Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 8:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku, ngeendawo zamadini enziwa kwizithixo, ndithi, Siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ukwazi oku kuyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha.

2. Ukuba ke umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.

3. Ukuba ke umntu uyamthanda uThixo, lowo uyaziwa nguye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 8