Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 6:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Anazi na ukuba imizimba yenu ngamalungu kaKristu? Ndiya kuthi na ke, ndiwathabathe amalungu kaKristu lowo, ndiwenze amalungu ehenyukazi?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 6

imbono 1 Kwabasekorinte 6:15 kwimeko