Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 4:20-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. Kuba ubukumkani bukaThixo abusekuthetheni, busemandleni.

21. Nithanda kuphi na, kuko ukuza kuni ndinoswazi, kuko ukuza ndinothando, nomoya wobulali?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 4