Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 3:21-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. Ngoko ke makungabikho namnye uqhayisa ngabantu: kuba izinto zonke zezenu;

22. nokuba nguPawulos, nokuba nguApolo, nokuba nguKefas, nokuba lihlabathi, nokuba bubomi, nokuba kukufa, nokuba zizinto ezingeneyo, nokuba zezizayo: zonke zezenu.

23. Nina ke ningabakaKristu, uKristu ke ngokaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 3