Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

umsebenzi walowo nalowo wobonakalaliswa; kuba loo mini iya kuwazísa, ngokuba iya kuvela inomlilo; nomsebenzi walowo nalowo, umlilo uya kuwucikida ubunjani bawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 3

imbono 1 Kwabasekorinte 3:13 kwimeko