Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 14:37-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

37. Ukuba umntu uba ungumprofeti, nokuba uba ungowoMoya, makazazi kakuhle izinto endinibhalela zona, ukuba yimithetho yeNkosi.

38. Ke ukuba umntu akazi, makangazi.

39. Ngoko ke, bazalwana, kuzondeleleni ukuprofeta, ningakwaleli ukuthetha ngalwimi zimbi.

40. Zonke izinto mazenziwe ngokubekekileyo, nangolungelelwano.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14