Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 14:36-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

36. Kanene ilizwi likaThixo laphuma livela kuni na? lafika kuni nedwa, kusini na?

37. Ukuba umntu uba ungumprofeti, nokuba uba ungowoMoya, makazazi kakuhle izinto endinibhalela zona, ukuba yimithetho yeNkosi.

38. Ke ukuba umntu akazi, makangazi.

39. Ngoko ke, bazalwana, kuzondeleleni ukuprofeta, ningakwaleli ukuthetha ngalwimi zimbi.

40. Zonke izinto mazenziwe ngokubekekileyo, nangolungelelwano.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14