Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasekorinte 11:32-34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

32. Sigwetywa nje ke, siyaqeqeshwa yiNkosi, ukuze singasingelwa phantsi ndawonye nehlabathi.

33. Ngoko ke, bazalwana bam, xa nihlangene ndawonye ukuba nidle, lindanani.

34. Ukuba ke ubani ulambile, makadle ekhaya, ukuze ningahlanganeli ukugwetywa. Eziseleyo ke iindawo ndozilungisa, xa ndithe ndafika.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 11