Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kutimoti 5:23-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

23. Musa ukuba sasela manzi; sela intwana yewayini, ngenxa yesisu sakho, nobulwelwe bakho obufuthi.

24. Izono zabanye abantu zisekuhleni kanye, ziyandulela ukuya emgwebeni; abanye ke ziyabalandela nokubalandela.

25. Kwangokunjalo nemisebenzi emihle isekuhleni kanye, naleyo ingenjalo ayinako ukufihlakala.

funda isahluko epheleleyo 1 Kutimoti 5