Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kutimoti 3:1-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Lithembekile ilizwi eli lithi, Ukuba ubani ungxamele ubuveleli, unqwenela umsebenzi omhle.

2. Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa;

3. engàgeziswa yiwayini, engembethi, engemngxameli wanzuzo imbi. Makabe ngothantamisayo, engalwi, engemthandi wamali;

4. eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke

5. (kuba ukuba umntu akakwazi ukuyongamela eyakhe indlu, angathini na ukuphatha ibandla likaThixo?);

funda isahluko epheleleyo 1 Kutimoti 3