Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kayohane 5:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lowo ukholwayo kuye uNyana kaThixo unabo ubungqina ngaphakathi kwakhe; lowo ungakholwayo nguye uThixo umenze ixoki, ngokuba engakholwanga bubo ubungqina abungqinele uNyana wakhe uThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 5

imbono 1 Kayohane 5:10 kwimeko