Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kapetros 2:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngoko, nílulahlile nje lonke ulunya, nayo yonke inkohliso, nokuhanahanisa, nomona, nako konke ukuthetha okubi,

2. walangazeleleni, ngokweentsana ezisandula ukuzalwa, amasi angawelizwi, angenankohliso, ukuze nikhule ngawo;

3. ukuba okunene nikuvile, ukuba iNkosi inobubele.

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 2