Sathi kum, Ùbona ntoni na? Ndathi, Ndibona incwadi esongwayo iphaphazela; ubude bayo buziikubhite* ezimashumi mabini, nobubanzi bayo buziikubhite ezishuminye.