Testamente Endala

Testamente Entsha

Uzekariya 2:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndaphakamisa amehlo am, ndakhangela, Nanko umntu ephethe ngesandla ulutya lokulinganisa.

2. Ndathi ke, Ùya ngaphi na? Wathi kum, Ndiya kulinganisa iYerusalem, ndibone ukuba bungakanani na ububanzi bayo, bungakanani na ubude bayo.

funda isahluko epheleleyo Uzekariya 2