Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoweli 2:31-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

31. Ilanga liya kusuka libe mnyama, nenyanga ibe ligazi, phambi kokuba ifike imini kaYehova, leyo inkulu yoyikekayo.

32. Bothi bonke abasukuba benqula igama likaYehova, basinde; kuba entabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo, njengoko watshoyo uYehova; naphakathi kwabaseleyo kubekho awobabiza uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyoweli 2