Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoweli 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phambi kwabo kutshisa umlilo; nasemva kwabo kurhawula ilangatye. Ilizwe linjengomyezo we-Eden phambi kwabo; emva kwabo linjengentlango enkangala, nento esindileyo ayi kubakho kulo.

funda isahluko epheleleyo Uyoweli 2

imbono Uyoweli 2:3 kwimeko