Okushiywe ngumqikela kudliwé yinkumbi, okushiywe yinkumbi kudliwe ngumkhothululi, okushiywe ngumkhothululi kudliwé ngumnqunquthi.