Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 8:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akwabakho nalinye ilizwi kuwo onke amazwi abewise uMoses umthetho ngawo, angalilesanga uYoshuwa phambi kwebandla lonke lamaSirayeli, nabafazi, nabantwana, nowasemzini ohamba phakathi kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:35 kwimeko