Baphuma abaya kuloo mzi, beza kubakhawulela; aba phakathi kwabakwaSirayeli, abanye bangapha, abanye bangapha; bawabulala ke kwada akwasala usabileyo, nosindileyo.