Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 8:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abheka emva kwawo amadoda aseAyi, abona, nango umsi womzi unyuka usiya ezulwini; akaba namandla okusabela ngapha nangapha; bathi abantu ababesabele entlango, babaguqukela ababasukelayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:20 kwimeko