Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi, Hayi, ndingumthetheli womkhosi kaYehova; ndifikile ngoku. Wawa uYoshuwa ngobuso bakhe emhlabeni, waqubuda, wathi kuyo, Ithetha ntoni na ke inkosi yam kumkhonzi wayo?

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:14 kwimeko