Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 4:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ekunyukeni kwababingeleli abathwele ityeya yomnqophiso kaYehova phakathi kweYordan, ekuncothukeni kweentende zeenyawo zababingeleli zafika kowomileyo, abuyela endaweni yawo amanzi aseYordan, ahamba njengokwangaphambili, ngaphandle kweendonga zayo zonke.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:18 kwimeko