Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 22:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uPinehasi unyana kaElazare, umbingeleli, koonyana bakaRubhen, nakoonyana bakaGadi, nakoonyana bakaManase, Namhla siyazi ukuba uYehova uphakathi kwethu, ngokuba ningabenzanga obo bumenemene kuYehova. Ngale nto nibahlángule oonyana bakaSirayeli esandleni sikaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:31 kwimeko