Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 22:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

sibe lingqina phakathi kwethu nani, naphakathi kwezizukulwana zethu emva kwethu, ukuba sisébenze umsebenzi kaYehova phambi kwakhe ngamadini ethu anyukayo, nangemibingelelo yethu, nangemibingelelo yethu yoxolo; ukuze bangàtsho oonyana benu ngexesha elizayo koonyana bethu, ukuthi, Aninasabelo kuYehova nina.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:27 kwimeko