Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 22:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Beva ke oonyana bakaSirayeli, kusithiwa, Yabonani, oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase, bakhé isibingelelo malunga nelizwe lakwaKanan, emimandleni yaseYordan, ngecala elingaphesheya koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:11 kwimeko