Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 21:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaMerari, ngokwemizalwane yabo, bafumana imizi elishumi elinamibini esizweni sakwaRubhen, nasesizweni sakwaGadi, nasesizweni sakwaZebhulon.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 21

imbono Uyoshuwa 21:7 kwimeko