Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 21:10-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. yaba yeyoonyana baka-Aron emizalwaneni yamaKehati, koonyana bakaLevi; ngokuba laba lelabo iqashiso lokuqala.

11. Babanika umzi ka-Arbha, uyise ka-Anaki (ngowaseHebron ke lowo), ezintabeni zakwaYuda, namadlelo ayo ngeenxa zonke.

12. Ke amasimi aloo mzi, nemizana yawo, bawanika uKalebhi unyana kaYefune ukuba abe ngawakhe.

13. Oonyana baka-Aron umbingeleli babanika owaseHebron nedlelo lawo, umzi ke wokusabela umbulali, neLibhena nedlelo layo,

14. neYatire nedlelo layo, ne-Eshtemowa nedlelo layo,

15. neHolon nedlelo layo, neDebhiri nedlelo layo,

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 21