Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 19:51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngawo lawo amafa abawabáyo ooElazare umbingeleli, noYoshuwa unyana kaNun, neentloko zezindlu zooyise ezizweni zoonyana bakaSirayeli, ngamaqashiso eShilo, phambi koYehova, emnyango wentente yokuhlangana. Bagqiba ke ukulaba ilizwe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 19

imbono Uyoshuwa 19:51 kwimeko