Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 19:49 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bagqiba ke ukulaba ilizwe ngokwemida yabo. Oonyana bakaSirayeli bamnika uYoshuwa, unyana kaNun, ilifa phakathi kwabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 19

imbono Uyoshuwa 19:49 kwimeko