Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 19:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umda welifa labo wesa eSaridi, wenyuka umda wabo wasinga entshonalanga, wesa eMarala, wafikelela eDabhesheti, wahlangana nomlanjana okhangelene neYokeneham;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 19

imbono Uyoshuwa 19:11 kwimeko