Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 19:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lavela iqashiso lesibini noSimon, nesizwe soonyana bakaSimon, ngokwemizalwane yabo. Ilifa labo laba phakathi kwelifa loonyana bakaYuda.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 19

imbono Uyoshuwa 19:1 kwimeko