60. IKiriyati-bhahali (yiKiriyati-yeharim ke leyo) neRabha: imizi emibini inemizana yayo.
61. Esentlango yiBhete-arabha, iMidin, neSekaka,
62. neNibheshan, noMzi weTyuwa, ne-Engedi: imizi emithandathu inemizana yayo.
63. Ke amaYebhusi, abengabemi baseYerusalem, ababanga nako ukuwagqogqa oonyana bakaYuda; ahlala amaYebhusi noonyana bakaYuda eYerusalem nanamhla.