Waphuma, wasinga ngezantsi ekunyukeni kweAkrabhim, wegqitha waya eTsin, wenyuka waya ngasezantsi kweKadeshebharneha, wegqitha waya eHetseron, wenyuka waya eAdare, wajika waya eKarka;