Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 14:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Basondela oonyana bakaYuda kuYoshuwa eGiligali. Wathi uKalebhi unyana kaYefune, umKenazi, kuye, Ùyalazi wena ilizwi awalithethayo uYehova kuMoses umntu kaThixo, ngenxa yam nangenxa yakho, eKadeshe-bharneha.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:6 kwimeko