Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 14:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngawo ke la amafa abawabelwayo oonyana bakaSirayeli ezweni lakwaKanan, abawabelwa nguElazare umbingeleli, noYoshuwa unyana kaNun, neentloko zezindlu zooyise zezizwe zoonyana bakaSirayeli,

2. ngeqashiso lelifa labo, njengoko uYehova wawisa umthetho ngesandla sikaMoses, elezizwe ezisithoba ezinesiqingatha sesizwe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14