Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 13:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umda woonyana bakaRubhen waba yiYordan nommandla wayo. Lilo elo ilifa loonyana bakaRubhen ngokwemizalwane yabo, imizi yabo nemizana yabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:23 kwimeko