Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuva uAdoni-tsedeki, ukumkani waseYerusalem, ukuba uYoshuwa uyithimbile iAyi, wayitshabalalisa; njengoko wenza ngako kwiYeriko nokumkani wayo, wenjenjalo kwiAyi nokumkani wayo; nokuba abemi baseGibheyon benzé uxolo namaSirayeli, baba phakathi kwawo:

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:1 kwimeko