Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 1:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwathi emva kokufa kukaMoses, umkhonzi kaYehova, wathetha uYehova kuYoshuwa unyana kaNun, umlungiseleli kaMoses, wathi,

2. UMoses umkhonzi wam ufile; suka ke ngoko, uyiwele iYordan le, wena naba bantu bonke, niye kwelo zwe ndibanika lona oonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1