Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyona 2:8-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Abagciné amampunge angento yantoBashiya inceba yabo

9. Ke mna ndiya kubingelela kuwe ndinezwi lokubulela;Endakubhambathisayo ndiya kukuzalisa.Usindiso lukuYehova.

10. UYehova wathetha nentlanzi, yamhlanzela uYona emhlabeni owomileyo.

funda isahluko epheleleyo Uyona 2