Ndehla ndaya ezikhondweni zeentaba;Lona ihlabathi, imivalo yalo yandivalela ngonaphakade;Wasuka wabunyusa emhadini ubomi bam, Yehova Thixo wam.