Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 9:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waphendula uYobhi, wathi,

2. Okwenene, ndiyazi ukuba kunjalo;Ke angáthini na umntu lo ukuba lilungisa phambi koThixo?

3. Ukuba úthe yena wafuna ukubambana naye,Ubengemphenduli namnye umbuzo kweliwaka.

4. Úlumkile ngentliziyo, ukhaliphile ngamandla:Ngubani na okha agogotye kuye, aze asinde?

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 9