Ibiya kuhlala ikho intuthuzelo yam;Bendiya kuxhina kwezo ntlungu zingacongiyo;Kuba andiwakhanyelanga amazwi oyiNgcwele.