Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 42:16-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Emveni koko, uYobhi wadla ubomi iminyaka elikhulu elinamanci mané, wabona oonyana bakhe, noonyana boonyana bakhe, izizukulwana zaziné.

17. Wafa ke uYehobi, eyindoda enkulu, ephelele ebudaleni.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 42