Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 4:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ukuthetha kwakho kwabaphakamisa abakhubekayo,Wawaqinisa amadolo agevegeve.

5. Kungokunje into izé kuwe, wadinwa;Ifike kuwe, wakhwankqiswa.

6. Ukoyika kwakho uThixo asiyinqolonci yakho na?Ithemba lakho alikukugqibelela kweendlela zakho na?

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 4