Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 39:10-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Unokuyibopha na inqu emqeleni ngomqokozo wayo,Iqwakanise iintili, ikulandela?

11. Wòkholosa na ngayo, ngokuba emakhulu amandla ayo,Ukushiye nayo ukuxelenga kwakho?

12. Ùnokukholwa na kuyo, ukuba yoyigodusa imbewu yakho,Ibuthele esandéni sakho?

13. Iphiko lencinibakazi liyaphapha;Lunenceba yengwamza na ke usiba lwayo, noboya bayo?

14. Hayi bo! Iwashiya emhlabeni amaqanda ayo,Ifukamele eluthulini;

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 39