Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 36:25-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Bonke abantu bayawubona;Umntu uwukhangela emgama.

26. Yabona, uThixo mkhulu, asimazi;Inani leminyaka yakhe aligocagoceki.

27. Kuba utsalela phantsi amathontsi amanzi,Achaphaze eyimvula enkungwini yakhe,

28. Esiyinisayo isibhakabhaka,Ivuze phezu kwabantu abaninzi.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 36