Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 36:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waqokela uElihu, wathi,

2. Khawenze kuhle, ndikutyele;Kuba kusekho ukuthetha okusingisele kuThixo.

3. Ndiya kukuphakamisela entweni ekude ukwazi kwam,Ndimnike ubulungisa uMenzi wam.

4. Okwenene, àkubuxoki ukuthetha kwam;Ogqibeleleyo ngokwazi uphambi kwakho.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 36