Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 3:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Emveni koko uYobhi wawuvula umlomo wakhe, wayiqalekisa imini yakhe.

2. Wasusela uYobhi, wathi,

3. Mayidake imini endazalwa ngayo,Nobusuku ekwathiwa, Kukhawulwé indoda.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 3