Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobhi 2:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwathi ngamhla uthile, oonyana bakaThixo beza kuzimisa phambi koYehova; weza noSathana* phakathi kwabo, ukuba azimise phambi koYehova.

2. Wathi uYehova kuSathana, Uvela phi na? USathana wamphendula uYehova, wathi, Ekutyhutyha-tyhutyheni ehlabathini, nasekuhamba-hambeni kulo.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 2