Uyobhi 18:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Waphendula uBhiledadi wakwaShuwa, wathi, Yini na ukuba kuthiwe sinjengeenkomo,Sibe ziinqambi emehlweni akho?